Course Fee
Free
Duration of the Course
Total hours 20
Language
Xhosa
Deadline of Application
23 April 2026
Ixabiso lesifundo
Akukho ntlawulo
Ubude bekhosi
Iiyure ezipheleleyo 20
Ulimi
isiXhosa
Umhla wokuvala lobhaliso kwezizifundo
23 kuTshazimpuzi 2026
Eligibility of the Applicants
This course is designed primarily for the Eastern Cape participants; however, it is also open to participants living and working within South Africa with an interest in the ocean, ocean literacy, and ocean opportunities, including provincial government and Municipal officials, councillors, non-governmental organisations, Non -Profit Organisations, business, labour, unemployed graduates, TVET Learners and university Students. etc.
Abantu abanelungelo lokufaka izicelo zesifundo
Esisifundo silungiselelwe abantu abahla kwiPhondo laseMpuma koloni, kodwa nabanye abantu abahlala nabaphangela kumanye amaphondo aseMzantsi Africa abanomdla banelungelo lokuthatha inxaxheba kwezizifundo ngezolwandle, kunye namathuba afumanekayo elwandle, kuquka abasebenzi bakarhulumente wePhondo kwakunye noMasipalathi,OoCeba, Imibutho OngengowakaRhulumente kwakunye nengezinzuzo, OoSomashishini, imibutho yabasebenzi, abafundi abangaphangeliyo abaphumelel imfundo enomsila, abafundi basafunda konokholeji bezobugcisa, kwakunye nabafundela imfundo enomsila kwiDyunivesiti.
We need a healthy Ocean to survive. But our Ocean is in trouble, and so are we. By providing locally relevant, entry-level online education modules, the IOI Ocean Academy will enable interested laypersons to acquire the skills and knowledge needed to understand the complexities of the ocean and its local and global effects, now and in a changing future, laying the foundations for more informed understanding and personal daily decision-making. Different stakeholders in the eastern cape will be able to share the knowledge gained from the module to marginalised communities and ensure that they effectively participate on ocean economic programmes that are aimed at improving their livelihood.
Sifuna ulwandle olucocekileyo ukuze siphile kakuhle. Kodwa ilwndle zethu zisemngciphekweni wokungaphatheki kakuhle nabantu batsho bachaphazeleke zezimeko zicaphazela ilwandle. Ngokuzisa ulwazi lwezifundo ngolwandle kwizigaba zabaqalayo , Isikolo ngezolwandle singenza abantu abangenalwazi bakwazi ukufumana izifundo nolwazi olufunekayo ukuze babenolwazi ngobunzima ngolwandle kwingingqi zase mzantsi afrika kwakunye nawo onke amazwe ehlabathi ngegalelo lolwanle ngoku nakwilixa elizayo. Lenkqubo izakuseka iziseko zolwazi oluzakuncedisa imihla ngemihla kwizigqibo ngabasemagunyeni kunye neziqu. Intlobo zabantu ezithathe inxaxheba empumakoloni zizakwabelana ngolwazi olufumaneka kwezizifundo kunye nabantu abangahoyekanga abasokolayo emaphandleni ukuze bathathe inxaxheba nabo kwezoqoqosho ngolwandle ezinegalelo kutshintsho lwempilo zabo ngokwakha imisebezi yesigxina.